Genesis 10:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Kushe: ngu‐Seba, no‐Havila, no‐Sabeta, no‐Rahama no‐Sabeteka. Nonyana baka‐Rahama: ngu‐Sheba, no‐Dedane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaKushi nguSebha, noHavila, noSebheta, noRama, noSabheteka; oonyana bakaRama nguShebha noDedan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaKushi nguSebha, noHafila, noSabheta, noRama, noSabhetega; noonyana bakaRama; Bona kwaDedan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inzala kaKushe yaba ngamaSebha, amaHavila, amaSabheta, amaRama, namaSabheteka. Inzala kaRama ngamaShebha namaDedan.