Genesis 11:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahlala u‐Rafatsade iminyaka yamashumi matatu anamihlanu, waza wazala u‐Sala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UArpakishadi wahlala iminyaka emashumi mathathu anamihlanu, wazala uShela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uArpakishadi wahlala iminyaka emashumi mathathu anamihlanu, wazala uSara.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba namashumi mathathu anantlanu uArpakishadi, wazala unyana uShela.