Genesis 11:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Rafatsade wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Sala, iminyaka yamakulu mane anamitatu, wazala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UArpakishadi wahlala emveni kokuzala kwakhe uShela iminyaka emakhulu mane anamathathu, wazala oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uArpakishade wahlala emveni kokuzala kwakhe uShela iminyaka emakhulu mane anamithathu, wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uhleli amakhulu mane anantathu, wazala nabanye abantwana.