Genesis 11:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Hebere wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Pelege, iminyaka yamakulu mane anamashumi matatu, wazala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UEbhere wahlala emveni kokuzala kwakhe uPelege iminyaka emakhulu mane anamanci mathathu, wazala oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kokuzala kwakhe uPelege uHebhere waphila iminyaka engamakhulu amane anamashumi mathathu, waza wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uhleli amakhulu mane anamashumi mathathu emva koko, wazala abanye abantwana.