Genesis 11:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Pelege wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Rehu, iminyaka yamakulu mabini anesitoba, wazala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UPelege wahlala emveni kokuzala kwakhe uRehu iminyaka emakhulu mabini anesithoba, wazala oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uPelege wahlala emveni kokuzala kwakhe uRehu iminyaka emakhulu mabini anesithoba, wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uhleli amakhulu mabini anethoba emva koko, wazala nabanye abantwana.