Genesis 11:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, nxa babehamba ngasempumalanga, bafumana itafa ezweni le‐Shinare; baza bahlala kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ekundulukeni kwabo besinga empumalanga, bafumana ithafa ezweni laseShinare; bahlala khona. Bathi abanye kwabanye, Yizani, senze izitena, sizitshise kunene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekuphumeni kwawo empumalanga, afumana entlango ezweni laseShinare; bahlala khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ekubhaduleni kwabo kwelasempumalanga bada baya kutsho kumathafa aseBhabheli, bema apho.