Genesis 11:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Rehu wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Seruge, iminyaka yamakulu mabini anesixe̔nxe, wazala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
URehu wahlala emveni kokuzala kwakhe uSerugi iminyaka emakhulu mabini anesixhenxe, wazala oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uRehu wahlala emveni kokuzala kwakhe uSerugi iminyaka emakhulu mabini anesixhenxe, wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uhleli amakhulu mabini anesixhenxe emva koko, wazala nabanye abantwana.