Genesis 11:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Seruge wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Nahore, iminyaka yamakulu mabini, wazala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USerugi wahlala emveni kokuzala kwakhe uNahore iminyaka emakhulu mabini, wazala oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSerugi wahlala emveni kokuzala kwakhe uNakore iminyaka emakhulu mabini, wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uhleli amakhulu mabini eminyaka emva koko, wazala nabanye abantwana.