Genesis 11:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahlala u‐Nahore iminyaka yamashumi mabini anesitoba, waza wazala u‐Tera.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UNahore wahlala iminyaka emashumi mabini anesithoba, wazala uTera.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uNakore wahlala khona iminyaka emashumi mabini anesibhozo yedwa, wazala uTera.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayenamashumi mabini anethoba uNahore ukuzala kwakhe unyana wakhe uTera.