Genesis 11:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Nahore wahlala, emveni kwokuzala kwake u‐Tera, iminyaka yalikulu linye elineshumi linesitoba, wazala onyana nentombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UNahore wahlala emveni kokuzala kwakhe uTera iminyaka elikhulu elinashumi-nye linesithoba, wazala oonyana neentombi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kokuzala kwakhe uTera, uNahore waphila iminyaka elikhulu elineshumi elinesithoba, waza wazala oonyana neentombi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uhleli ikhulu lineshumi elinethoba leminyaka, waza wazala nabanye abantwana.