Genesis 11:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wahlala u‐Tera iminyaka yamashumi asixe̔nxe, waza wazala u‐Abrame, u‐Nahore, no‐Harane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UTera wahlala iminyaka emashumi asixhenxe, wazala uAbram, noNahore, noHaran.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uTera wahlala iminyaka emashumi asixhenxe, wazala uAbram, noNakore, noHaran.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UTera wayeselenamashumi asixhenxe ukuzala kwakhe uAbram noNahore noHaran.