Genesis 11:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zizo ezi izizukulwana zika‐Tera: u‐Tera wazala u‐Abrame, u‐Nahore, no‐Harane; wati u‐Harane wazala u‐Lote.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yiyo le ke inzala kaTera: uTera wazala uAbram, noNahore, noHaran; uHaran wazala uLote.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiyo le ke inzala kaTera: uTera wazala uAbram, noNakore, noHaran; uHaran wazala uLote.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanga amagqabantshintshi ngoTera uyise ka-Abram noNahore noHaran. UHaran wazala uLothe,