Genesis 11:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaye imihla ka‐Tera iyiminyaka engamakulu mabini anamihlanu; wada wafa u‐Tera e‐Karane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Imihla kaTera yaba yiminyaka emakhulu mabini anamihlanu;wafa uTera kwelakwaHaran.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imihla kaTera yaba yiminyaka emakhulu mabini anamihlanu; wafa uTera kwaHaran.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabhubhela apho eHaran uTera emakhulu mabini anantlanu ubudala.