Genesis 12:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye bekuko indlala kwelozwe: waza wehla u‐Abrame ukuya e‐Jipete, aze ahlale mzuzu kona; ngokuba indlala ibinzima kwelozwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabakho indlala ezweni. Wehla uAbraham waya eYiputa, ukuze aphambukele khona; ngokuba indlala ibinzima elizweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabakho indlala kwelo zwe, wehla uAbram waya eYiputa, ukuba aphambukele khona; ngokuba ibinkulu indlala ehlabathini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakukho indlala eKanana. Yayinkulu kangangokuba uAbram wehla waya eJiputa, wakha wahlala apho ixeshana.