Genesis 12:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, akuba efikile u‐Abrame e‐Jipete, abona ama‐Jipete lomfazi ukuba ugqitisile ngokuba mhle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, akufika uAbram eYiputa, ambona amaYiputa umfazi ukuba uyinzwakazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akufika uAbram eYiputa, ambona amaYiputa umfazi ukuba mhle kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akugqitha emideni engena eJiputa, amaJiputa akhangwa bubuhle bomka-Abram.