Genesis 12:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaye zimbona nenkosana zika‐Faro, zamncoma ebusweni buka‐Faro; waza wasiwa umfazi lowo endlwini ka‐Faro.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bambona abathetheli bakaFaro, bamdumisa kuFaro; umfazi wasiwa endlwini kaFaro.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zambona iinkosana zikaFaro, zamdumisa phambi koFaro; umfazi wasiwa endlwini kaFaro.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amaphakathi kakumkani athi nawo akumbona abuncoma ubuhle bakhe kukumkani. Wathathwa ke, waya kuhlala ebhotwe kwakumkani.