Genesis 12:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wautsholo nina ukuti: Ungudade wam? bendingaba ndimzekile nje abe ngumfazi wam: kodwa kaloku, nanku umfazi wako; m tabate, uhambe ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yini na ukuba uthi, ngudade wenu? Ndamthabatha ukuba abe ngumfazi wam. Ngoku ke nanko unikakho, mthabathe uhambe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yini na ukuba uthi, Ngudade wethu? ukuze ndimthabathe abe ngumkam; Khangela ke ngoko umkakho, umthabathe, uhambe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kutheni usithi ngudade wenu nje, undiyeke ndimenze umkam? Nanko ke umkakho; mthathe umke naye.”