Genesis 13:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Lote waziqashela lonke itafa lase‐Yoredane; wasuka u‐Lote wahambela ngasempumalanga: baza bahluka omnye kwomnye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ULote wawunyula wonke ummandla waseYordan; wanduluka uLote waya ngasempumalanga; bahlukana ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uLote wawunyula wonke ummandla waseYordan; uLote waya ngasempumalanga, bahlukana omnye komnye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ULothe wayithatha yonke loo ntili yeJordan, wenjenjeya ukubheka ngasempumalanga. Aba ayahlukana njalo loo madoda mabini.