Genesis 13:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba lonke ilizwe ulibonayo, ndiya kulinika kuwe, nakwinzalo yako, kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba lonke ilizwe olibonayo ndiya kulinika wena, nembewu yakho, kude kuse ephakadeni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba lonke ilizwe olibonayo ndiya kulinika wena nenzala yakho kude kuse ephakadeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wonke loo mhlaba uwubonayo ndiza kuwunika wena kunye nenzala yakho. Niya kuwuma ngalo lonke ixesha.