Genesis 13:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kuyenza inzalo yako njengotuli lwomhlaba; kwoda kuti, nxa angabala umntu utuli lwomhlaba, kwandule ukubalwa nenzalo yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndiyenze imbewu yakho ibe njengothuli lomhlaba, angathi ubani enako ukulubala uthuli lomhlaba, ayibale nembewu yakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiza kuyenza inzala yakho ibe njengothuli lomhlaba, ukuze ukuba kukho umntu okwaziyo ukubala uthuli lomhlaba, ayibale nembewu yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiza kukunika inzala eninzi, ibe yinyambalala engaphezu kwentlabathi, engenakubalwa mntu.