Genesis 13:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku elozwe lalingenako ukubatwala, kuze kuhlalelwane ndawonye; ngokuba imfuyo yabo ibinkulu, kude bakohlwe kukuhlala ndawonye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwe elo alaba nakubathwala, ukuba bahlale ndawonye;ngokuba impahla yabo yayininzi, ababa nakuhlala ndawonye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umhlaba wawunganelanga ukuba bahlale ndawonye, kuba ubutyebi babo babubuninzi, kangangokuba ababa nakuhlala ndawonye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke amadlelo akazange ayanele impahla yabo eninzi, nomhlaba wokuhlala awabanela.