Genesis 13:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Abrame ku‐Lote: Makekungabiko impikisano pakati kwam nawe, napakati kwabalusi bam nabalusi bako; ngokuba singabazalwana tina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbram wathi kuLote, Makungabikho mbambano kaloku phakathi kwam nawe, naphakathi kwabalusi bam nabalusi bakho; ngokuba singamadoda azalanayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbram kuLote, Makungabikho mfazwe phakathi kwam nawe, naphakathi kwabalusi bam nabalusi bakho; ngokuba singabantwana babantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAbram wathi kuLothe: “Siyazalana, mfondini; masingabhidani, namadoda ethu makangalwi.