Genesis 14:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bamsusa no‐Lote, unyana womkuluwe ka‐Abrame, nempahla yake, baza bemka: ngokuba ebehlala yena e‐Sodome.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bamthabatha noLote, nempahla yakhe, unyana womninawa ka-Abram, bemka; kuba wayehleli eSodom.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamthabatha uLote, umninawa ka-Abram, owayehlala eSodom, nempahla yakhe, bemka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ULothe unyana womninawa ka-Abram wayehlala eSodom, zamthimba kunye nempahla yakhe.