Genesis 14:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuyisa yonke impahla, no‐Lote umzalwana wake wambuyisa naye, nempahla yake, kwa nabafazi, nabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazibuyisa zonke iimpahla, kwanoLote unizalwana wakhe, wazibuyisa neempahla zakhe, kwanabafazi nabantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayibuyisela yonke impahla yakhe, wambuyisela uLote umninawa wakhe, nempahla yakhe, nabafazi, nabantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabuya nawo amaxhoba ababewahluthile. Wabuya naye noLothe nempahla yakhe, kunye nabafazi nezicaka.