Genesis 14:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwapuma ukumkani we‐Sodome, nokumkani we‐Gomora, nokumkani we‐Adema, nokumkani we‐Tseboyime, nokumkani we‐Bela, ekwa yiyo i‐Tsohare: baye belungisa ukulwa nabo emhlanjeni we‐Sidime;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma ukumkani waseSodom, nokumkani waseGomora, nokumkani waseAdama, nokumkani waseTsebhoyim, nokumkani waseBhela, eyiTsohare, bakha uluhlu lokulwa nabo entilini yaseSidim;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma ukumkani waseSodom, nokumkani waseGomora, nokumkani waseAdima, nokumkani waseSebhoyim, nokumkani waseBhela (yiTsohare ke leyo), balwa nabo entilini yaseSidim;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zaphuma iikumkani zaseSodom, eGomora, eAdama, eZebhoyim, naseBhela, le kuthiwa yiZoware, zayikhupha imikhosi yazo ukusinga edabini kuloo ntili yaseSidim.