Genesis 15:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kananjalo esosizwe iya kukonza kuso, ndiya kusigweba; yoti kamva ipume nendyebo enkulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo uhlanga eya kulukhonza ndiya kulugweba; emveni koko iya kuphuma ineempahla ezininzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo abantu eya kubakhonza ndiya kubagweba; kwaye emva koko baya kuphuma nezinto ezinkulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ndosohlwaya eso sizwe sibaphethe kakubi; baya kuthi xa bemkayo apho bahambe namaxhoba.