Genesis 15:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nesizukulwana sesine, bona bobuya beze apa; ngokuba ukukohlakala kwaba‐Amori akukazaliseki ngoku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwesesine isizukulwana iya kubuyela apha, kuba ubugwenxa bama-Amori abukazaliseki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwesesine isizukulwana iya kubuyela apha, ngenxa yokuba ububi bama-Amori abukazaliseki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inzala yakho yobuyela apha emva kwezizukulwana ezine. Kaloku andiyi kuwakhupha kwangoku ama-Amori, bude buzaliseke ubugwenxa bawo.”