Genesis 15:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Abrame: Bona ke, mna akundinikanga nzalo; kanjalo, nanku ozelweyo endlwini yam eyindlalifa yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAbram, Yabona, akundinikanga mbewu; yabona, umntu ongowendlu yam uya kuba yindlamafa yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbram, Yabona, akundinikanga mbewu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona uAbram uthe: “Akukho nzala undinike yona; ke sisicaka sam esiza kuba yindlalifa yam.”