Genesis 15:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wampumisela ngapandle, wati: Zubeke ngasezulwini, uzibale inkwenkwezi, ukuba ungabala zona; wayesiti kuye: Yoba njalo inzalo yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamsa phandle, wathi, Khawubheke phezulu ezulwini, uzibale iinkwenkwezi, ukuba unokuzibala; wathi kuye, Iya kuba njalo ke imbewu yakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamkhuphela phandle, wathi, Khangela esibhakabhakeni, uzibale iinkwenkwezi, ukuba unokuzibala; Wathi kuye, Iya kuba njalo imbewu yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wamkhuphela ngaphandle kwendlu uAbram, wathi: “Khangela esibhakabhakeni, uzibale iinkwenkwezi ezilapho, ukuba ungaba nako. Boba baninzi kangako abazukulwana bakho.”