Genesis 15:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kuye: Mna ndi nguyehova owakuku̔payo e‐Ure yasema‐Kaledineni, ukuba ndikunike elilizwe, ukuze ulidle ilifa lalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuye, NdinguYehova owakukhuphayo eUre yamaKaledi, ukuba ndikunike eli lizwe, ulidle ilifa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuye, NdinguYehova owakukhuphayo eUre yamaKaledi, ukuba ndikunike eli lizwe ukuba ulihluthe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waqokela wathi kuye uNdikhoyo: “NdinguNdikhoyo owakukhupha kwilizwe lakowenu eUre yelamaKaledi, ukuze uze kuma kulo mhlaba, ube ngowakho.”