Genesis 15:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kuye: Nditabatele itokazi eliminyaka mitatu, nemazi yebokwe eminyaka mitatu, nenkunzi yegusha eminyaka mitatu, nehobe, netole lezuba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuye, Ndithabathele ithokazi eliminyaka mithathu, nemazi yebhokhwe eminyaka mithathu, nenkunzi yemvu eminyaka mithathu, nehobe, negobo levukuthu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuye, Ndenzele ithokazi eliminyaka mithathu, ithokazi eliminyaka mithathu, nenkunzi yemvu eminyaka mithathu, nehobe, nehobe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uNdikhoyo: “Ndizisele ithokazi lenkomo, nemazi yebhokhwe, nenkunzi yegusha, zonke zibe minyaka mithathu, kunye nehobe nevukuthu.”