Genesis 16:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati ingelosi kayehova kuye kanjako: Ndiya kwandisa inzalo yako ngokuyandisa kakulu, ide ingabi nakubalwa ngenxa yokuba ninzi kwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sathi isithunywa sikaYehova kuye, Ndiya kuyandisa kakhulu imbewu yakho, ingabalwa ngenxa yobuninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sathi kuye isithunywa sikaYehova, Ndiya kuyandisa kakhulu imbewu yakho, ingàbabalwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Siphinde sathi: “Ndokunika abantwana abangenakubalwa mntu ngenxa yobuninzi babo.”