Genesis 16:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye elibiza igama likayehova owateta naye ngokuti: Wena Tixo wesibonakalo! ngokuba ebesiti: Ndisabona na kwa lapa emveni kwesibonakalo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Walibiza igama likaYehova, obethetha naye, wathi, UnguThixo ozibonakalisayo. Ngokuba wathi, Ndisabona na nalapha, emveni kokuba ndimbonile?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Walikhankanya igama likaYehova owathetha kuye, wathi, uThixo wakho undibonile; ngokuba wathi, Bendilindele ondibonayo na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHagare wathi khumnqa, wathi ke ukumbiza loo Ndikhoyo ambonileyo nguThixo obonayo, kuba esithi: “Ngoku ndimbonile ondibonayo.”