Genesis 16:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Hagare wamzalela u‐Abrame unyana; wati u‐Abrame wabiza igama lonyana wake, lo ubemzele u‐Hagare, ngo‐Shimayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UHagare wamzalela uAbram unyana; uAbram ukumthiya igama unyana wakhe, lowo abemzalele yena uHagare, wathi nguIshmayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uHagare wamzalela uAbram unyana;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHagare wazala inkwenkwe, wathi ke uAbram igama layo nguIshmayeli. Wayemashumi asibhozo anesithandathu ubudala uAbram ukuzala kwakhe unyana.