Genesis 17:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Niya kwalusa inyama yejwabu lenu; okuya kuba ngumqondiso oko wocebano olupakati kwam nani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
oko kube ngumqondiso womnqophiso ophakathi kwam nani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Walusa inyama yokwaluswa; ibe ngumqondiso womnqophiso ophakathi kwam nani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukususela ngoku wonke umntwana oyinkwenkwe kufuneka aluke eneentsuku ezisibhozo ubudala; nditsho nkqu nezicaka ezizalelwe phantsi kwakho kwanezo zingeneleleyo. Lowo ke uya kuba ngumqondiso womnqophiso phakathi kwakho nam.