Genesis 17:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nokungalukileyo okubudoda, lowo inyama yejwabu lake ingalukanga, lompefumlo uya kunqanyulwa ebantwini bawo; ulwapule ucebano lwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Into eyindoda engalukileyo, enyama yokwaluswa ingaluswanga, loo mphefumlo mawunqanyulwe, ungabikho ebantwini bakowawo; uwaphule umnqophiso wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umntwana oyinkwenkwe, ongahlatywanga ebudodeni bakhe, loo mphefumlo wonqanyulwa, ungabikho ebantwini bakowawo; uwaphule umnqophiso wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nawuphi na umntu oliduna ongalukanga uya kuhlanjwa ngamawabo, kuba kaloku uwutyeshele umnqophiso wam.”