Genesis 17:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela utixo wati ku‐Abrahame: u‐Sarai, umfazi wako, akuyi kulibiza igama lake ngo‐Sarai, koko liya kuba ngu‐Sara igama lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uThixo kuAbraham, USarayi umkakho akuyi kumbiza ngegama lokuba nguSarayi; igama lakhe loba nguSara.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uThixo kuAbraham, uSarayi umkakho ungambiza ngokuba nguSarayi; igama lakhe loba nguSara.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uqhube wathi uThixo kuAbraham: “Uze ungabuye uthi Sarayi kumkakho, yithi Sara.