Genesis 17:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiya kumtamsanqela, ndikunike unyana ngaye; ewe, ndiya kumtamsanqela, waeya kuba ngu nina wezizwe; okumkani bezizwe bovela kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kumsikelela; kananjalo ndikunike unyana ngaye, ndimsikelele, abe ziintlanga, kuphume ookumkani bezizwe kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kumsikelela, ndikunike unyana ngaye; ewe, ndiya kumsikelela, abe ziintlanga; ookumkani beentlanga baya kuphuma kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiza kumthamsanqelisa, ndimenze akuzalele unyana. Ndiza kumsikelela abe ngunina wezizwe ngezizwe. Uya kuzala neekumkani.”