Genesis 17:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kubeka ucebano lwam pakati kwam nawe, ndikwandise nokukwandisa ngokukulu kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuwubeka umnqophiso wam phakathi kwam nawe, ndikwandise kakhulu kunene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuwubeka umnqophiso wam phakathi kwam nawe, ndikwandise kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndowugcina umnqophiso wam, ndikunike inzala eninzi.”