Genesis 17:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ucebano lwam ndiya kumisa lona no‐Yisake, lo u‐Sara aya kumzalela wena malunga nelixesha ngomnyaka ozayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umnqophiso wam wona ndowumisa noIsake, oya kumzalelwa nguSara ngeli xesha nyakenye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndowumisa umnqophiso wam noIsake, oya kuzala uSara ngeli xesha nyakenye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa wona umnqophiso wam ndiya kuwugcinela unyana wakho uIsake, oya kuzalwa nguSara malunga neli xesha kunyaka ozayo.”