Genesis 17:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Abrahame ebeyiminyaka yamashumi alitoba enesitoba ubudala bake, akwaluswa enyameni yejwabu lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbraham ebeminyaka imashumi asithoba anesithoba ezelwe, ukwaluswa kwenyama yokwaluswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbraham ubeminyaka imashumi asithoba anesithoba ezelwe, ukwaluka kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukwaluka kwakhe uAbraham wayemashumi alithoba anethoba ubudala.