Genesis 17:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
No‐Shimayeli unyana wake ebeyiminyaka yalishumi linesitatu ubudala bake, akwaluswa enyameni yejwabu lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UIshmayeli, unyana wakhe, ebeminyaka ilishumi elinamithathu ezelwe, ukwaluswa kwenyama yokwaluswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uIshmayeli unyana wakhe ebeminyaka ilishumi elinamithathu ezelwe, ukwaluka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukwaluka kwakhe uIshmayeli unyana ka-Abraham wayeneshumi elinesithathu leminyaka ubudala.