Genesis 17:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokwa nguwo umhla lowo kwaluswa u‐Abrahame, no‐Shimayeli unyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwangaloo mini waluswa uAbraham, noIshmayeli unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwangaloo mini, boluka uAbraham, noIshmayeli unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bobabini baluka ngamini-nye,