Genesis 17:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndokucumisa ngokukulu kakulu, ndenze izizwe ngawe; baya kuvela nokumkani kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndiya kukuqha misa kakhulu kunene, ndikwenze iintlanga, kuphume ookumkani kuwe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kukuphumelelisa kakhulu, ndikwenze iintlanga, kuphume ookumkani kuwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiza kukupha inzala eninzi; abanye kuyo boba ziikumkani; kuya kuvela izizwe kuwe.