Genesis 18:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WABUYA wabonakala uyehova kuye ngasesiyekeni sika‐Mamre, nxa ahleli emnyango wentente yake ekufudumaleni kwemini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wabonakala kuye eMiokini kaMamre, ehleli emnyango wentente, ekufudumaleni kwemini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wabonakala kuye eMiokini kaMamre, ehleli emnyango wentente emini enkulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo wabonakala kuAbraham ngakwimithi kaMamre. UAbraham wayehleli ngasemnyango wentente emini emaqanda.