Genesis 18:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti uyehova ku‐Abrahame: Wahleka nganina u‐Sara, esiti: Ndoka ndizale ngenyaniso na, sendimdala nje?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuAbraham, Yini na ukuba uSara ahleke, esithi, Kuhleliwe nje ndiya kuzala na ndaluphele nje mna?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuAbraham, Yini na ukuba uSara ahleke, esithi, Yabona, ndiya kuzala mna ngoku?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uNdikhoyo kuAbraham: “Uhleka ntoni uSara, ade athi: ‘Ndingamfumana njani umntwana sendaluphele nje?’