Genesis 18:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wakanyela u‐Sara, esiti: Andihlekanga; ngokuba ebesoyika. Wayesiti: Hai, wahleka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhanyela uSara, esithi, Andihlekanga; kuba ebesoyika.Wathi yena, Hayi, uhlekile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakhanyela uSara, esithi, Andihlekanga; ngokuba ebesoyika. Waphendula ke yena wathi, Hayi; kodwa wahleka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USara wakhanyela, kuba wayesoyika, wathi: “Andikhange ndihleke.” Wathi yena: “Hayi, uhlekile.”