Genesis 18:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Owapakamisa amehlo ake wakangela, kekaloku nanga amadoda matatu emi ngakuye; wati akuwabona, wabaleka ukuya kuwakaulela esuka emnyango wentente, watoba ngasemhlabeni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawaphakamisa amehlo akhe, wabona, nango amadoda amathathu emi ngakuye. Wabona, wagidima, eya kuwa khawulela, esuka emnyango wentente.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawaphakamisa amehlo akhe, wabona amadoda amathathu emi ngakuye; wawabona, wagidima, waya kuwakhawulela emnyango wentente, waqubuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nako kusithi thu amadoda amathathu. Uthe ke ukuwabona kwakhe wakhawuleza ukuwahlangabeza, wafika waqubuda ekhahlela.