Genesis 18:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ndoka ndihle ke, ukuya kubona ukuba kugqityelwe ukwenzwa na njengesikalo sazo esizileyo kum; sendiya kuti, ukuba akunjalo, ndikwazi ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndiya kukha ndihle, ndikhangele ukuba baphelelisile na ngokwesikhalo sayo esifikileyo kum; ukuba akunjalo, ndazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuhla ngoku, ndibone, ukuba ubenze ngokwesikhalo esifike kum; ukuba akunjalo, ndazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngako oko ndiza kukhe ndihle ndiye kuzibonela ukuba kunjalo na. Ndobona ngoko ukuba akunjalo.”