Genesis 18:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti uyehova: Ukuba ndiyafumana e‐Sodome amashumi mahlanu abalungileyo pakati kwesixeko, ndiya kwandula ndiyeke yonke indawo ngenxa yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova, Ukuba ndithe ndafumana eSodom amalungisa amashumi mahlanu phakathi komzi, ndoyixolela yonke loo ndawo ngenxa yawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova, Ukuba ndithe ndafumana amalungisa amashumi mahlanu emzini waseSodom, ndoyixolela yonke loo ndawo ngenxa yawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uNdikhoyo: “Ukuba kungakho amashumi amahlanu abantu abamsulwa eSodom, ndingasisindisa eso sixeko sonke ngenxa yabo.”